-
Yeremiya 41:16INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
16 Ke kaloku uYohanan+ unyana kaKareya nazo zonke iintloko zemikhosi yamajoni ezazikunye naye bathabatha yonke intsalela yabantu ababebabuyisile kuIshmayeli unyana kaNetaniya, eMizpa, emva kokuba wayemxabele uGedaliya+ unyana ka-Ahikam, amadoda omeleleyo, amadoda emfazwe, nabafazi nabantwana namagosa enkundla, awayebabuyisile eGibheyon.
-