Yobhi 29:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ndandibanyulela indlela, yaye ndandihleli njengentloko;Kwaye ndandihleli njengokumkani phakathi kwabaphumi-mkhosi bakhe,+Njengalowo uthuthuzela abazilileyo.+ 2 Korinte 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 osithuthuzelayo kuyo yonke imbandezelo yethu,+ ukuze sikwazi ukuthuthuzela+ abo bakulo naluphi na uhlobo lwembandezelo ngayo intuthuzelo nathi ngokwethu esithuthuzelwa ngayo nguThixo.+ 1 Tesalonika 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko ke hlalani nithuthuzelana yaye nisakhana,+ kanye njengokuba enyanisweni nisenza.+
25 Ndandibanyulela indlela, yaye ndandihleli njengentloko;Kwaye ndandihleli njengokumkani phakathi kwabaphumi-mkhosi bakhe,+Njengalowo uthuthuzela abazilileyo.+
4 osithuthuzelayo kuyo yonke imbandezelo yethu,+ ukuze sikwazi ukuthuthuzela+ abo bakulo naluphi na uhlobo lwembandezelo ngayo intuthuzelo nathi ngokwethu esithuthuzelwa ngayo nguThixo.+