Duteronomi 33:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Yiyo le intsikelelo awabasikelela+ ngayo uMoses, umntu kaTHIXO oyinyaniso,+ oonyana bakaSirayeli phambi kokufa kwakhe. 1 Samuweli 2:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kweza ke umntu kaThixo+ kuEli waza wathi kuye: “Utsho uYehova ukuthi, ‘Andizange na enyanisweni ndizityhile mna kwindlu kakhokho wakho ngoxa babeseYiputa bengamakhoboka endlwini kaFaro?+
33 Yiyo le intsikelelo awabasikelela+ ngayo uMoses, umntu kaTHIXO oyinyaniso,+ oonyana bakaSirayeli phambi kokufa kwakhe.
27 Kweza ke umntu kaThixo+ kuEli waza wathi kuye: “Utsho uYehova ukuthi, ‘Andizange na enyanisweni ndizityhile mna kwindlu kakhokho wakho ngoxa babeseYiputa bengamakhoboka endlwini kaFaro?+