IZenzo 19:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 kangangokuba kwanamalaphu neefaskoti ezisuka emzimbeni wakhe zazisiwa kubantu abagulayo,+ baze baphiliswe kwizifo zabo, baphume noomoya abangendawo.+
12 kangangokuba kwanamalaphu neefaskoti ezisuka emzimbeni wakhe zazisiwa kubantu abagulayo,+ baze baphiliswe kwizifo zabo, baphume noomoya abangendawo.+