IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 1:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Wathi yena: “Ndiyangxengxeza, nkosi yam! Ngobomi bomphefumlo wakho,+ nkosi yam, ndingulaa mfazi wayemi kunye nawe kule ndawo ethandaza kuYehova.+

  • 2 Kumkani 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Waza uEliya wathi kuye: “Elisha, khawuncede uhlale apha, ngenxa yokuba uYehova undithume eYeriko.”+ Kodwa wathi: “Njengoko uYehova ephila nomphefumlo wakho uphila, andiyi kukushiya.” Ngoko beza eYeriko.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share