IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 17:55
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 55 Ke kaloku ngaloo mzuzu uSawule abona ngawo uDavide ephuma esiya kuhlangabeza umFilisti, wathi kuAbhinere+ intloko yomkhosi: “Ngunyana kabani+ na le nkwenkwe,+ Abhinere?” UAbhinere wathi: “Ngobomi bomphefumlo wakho, kumkani, andazi konke konke!”

  • 1 Samuweli 20:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kodwa uDavide wafunga+ esongezelela waza wathi: “Ngokuqinisekileyo uyihlo umele azi ukuba ndikholekile emehlweni akho,+ ngoko angathi, ‘UYonatan makangakwazi oku ngokoyikela ukuba angaba buhlungu.’ Kodwa, enyanisweni, njengoko uYehova ephila+ nanjengoko umphefumlo wakho uphila,+ linyathelo nje elinye phakathi kwam nokufa!”+

  • 2 Samuweli 11:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Wathi ke u-Uriya kuDavide: “ITyeya+ noSirayeli noYuda bahleli eminqubeni, nenkosi yam uYowabhi nabakhonzi benkosi yam+ bamise inkampu endle, mna ke—ndiye endlwini yam na ukuze ndidle ndisele nokuze ndilale nomfazi wam?+ Uphila nje wena nomphefumlo wakho uphila,+ andiyi kuyenza le nto!”

  • 2 Kumkani 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yaye uEliya wathi kuElisha: “Khawuncede uhlale apha, ngenxa yokuba uYehova undithume eBheteli.” Kodwa uElisha wathi: “Njengoko uYehova ephila+ nomphefumlo wakho uphila,+ andiyi kukushiya.”+ Ngoko behla baya eBheteli.+

  • 2 Kumkani 4:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Unina wenkwenkwe wathi: “Njengoko uYehova ephila+ nomphefumlo wakho uphila,+ andiyi kukushiya.”+ Ngoko ke waphakama wahamba naye.

  • INtshumayeli 9:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kuba abaphilayo bayazi ukuba baya kufa;+ kodwa abafileyo, abazi nto konke konke,+ abasenamvuzo, ngenxa yokuba balityelwe, abasakhunjulwa nganto.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share