IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 11:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ke kaloku abantu baba njengabantu abakhalazela ububi ezindlebeni zikaYehova.+ Wathi akukuva oko uYehova, wavutha ngumsindo, wavutha nomlilo kaYehova waza watshisa abathile eziphelweni zenkampu.+

  • Numeri 16:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Kwaphuma umlilo kuYehova,+ wawadla amadoda angamakhulu amabini anamashumi mahlanu awayenikela isiqhumiso.+

  • INdumiso 106:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Nomlilo watshisa phakathi kwendibano yabo;+

      Ilangatye labaqwenga abo bangendawo.+

  • Luka 9:54
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 54 Xa abafundi uYakobi noYohane+ bakubonayo oku bathi: “Nkosi, uyafuna na ukuba sitsho kuhle umlilo+ ezulwini, ubabhubhise?”

  • Yuda 7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kananjalo iSodom neGomora nezixeko ezazingakuzo,+ emva kokuba nazo ngohlobo olufanayo nabangaphambili zahenyuza ngokugqithiseleyo zaza zalandela inyama ngokuchasene nemvelo,+ zibekwe phambi kwethu njengomzekelo+ osisilumkiso ngokuva isohlwayo sesigwebo somlilo ongunaphakade.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share