INdumiso 37:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Abayi kudaniswa ngexesha lentlekele,+Nangemini yendlala baya kwaneliswa.+ INdumiso 37:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ndakha ndangumfana, kungokunje ndimdala,+Kodwa andikaboni nabani na olilungisa eshiywe ngokupheleleyo,+Nenzala yakhe ifuna isonka.+
25 Ndakha ndangumfana, kungokunje ndimdala,+Kodwa andikaboni nabani na olilungisa eshiywe ngokupheleleyo,+Nenzala yakhe ifuna isonka.+