1 Samuweli 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wahamba ke edlula kummandla weentaba wakwaEfrayim+ waza wadlulela kwilizwe laseShalisha,+ abazifumana. Kwaye bahamba badlulela kwilizwe laseShahalim, kodwa zazingekho apho. Waza wahamba wadlulela kwilizwe lakwaBhenjamin, abazifumana.
4 Wahamba ke edlula kummandla weentaba wakwaEfrayim+ waza wadlulela kwilizwe laseShalisha,+ abazifumana. Kwaye bahamba badlulela kwilizwe laseShahalim, kodwa zazingekho apho. Waza wahamba wadlulela kwilizwe lakwaBhenjamin, abazifumana.