1 Samuweli 30:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 athabatha abafazi njengabathinjwa+ nako konke okwakulapho, ukususela koyena mncinane ukusa koyena mkhulu. Akazange abulale nabani na, kodwa abaqhuba aza ahamba indlela yawo.
2 athabatha abafazi njengabathinjwa+ nako konke okwakulapho, ukususela koyena mncinane ukusa koyena mkhulu. Akazange abulale nabani na, kodwa abaqhuba aza ahamba indlela yawo.