Genesis 45:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Wanika ngamnye wabo ingubo yokwaleka yokutshintsha,+ kodwa yena uBhenjamin wamnika amakhulu amathathu amaqhosha esilivere neengubo zokwaleka zokutshintsha ezintlanu.+ ABagwebi 14:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Waza uSamson wathi kubo: “Makhe ndivakaliseiqhina kuni.+ Ukuba niye nandixelela lona ngezi ntsuku zisixhenxe+ zesidlo nize nilicombulule, ndiya kuninika izambatho zangaphantsi ezingamashumi amathathu nezinxibo ezingamashumi amathathu.+
22 Wanika ngamnye wabo ingubo yokwaleka yokutshintsha,+ kodwa yena uBhenjamin wamnika amakhulu amathathu amaqhosha esilivere neengubo zokwaleka zokutshintsha ezintlanu.+
12 Waza uSamson wathi kubo: “Makhe ndivakaliseiqhina kuni.+ Ukuba niye nandixelela lona ngezi ntsuku zisixhenxe+ zesidlo nize nilicombulule, ndiya kuninika izambatho zangaphantsi ezingamashumi amathathu nezinxibo ezingamashumi amathathu.+