IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 45:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Wanika ngamnye wabo ingubo yokwaleka yokutshintsha,+ kodwa yena uBhenjamin wamnika amakhulu amathathu amaqhosha esilivere neengubo zokwaleka zokutshintsha ezintlanu.+

  • ABagwebi 14:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kwaye umoya kaYehova wasebenza kuye,+ ukuze ehle aye eAshkelon,+ waxabela amadoda angamashumi amathathu awo waza wathabatha oko wayewahlube kona waya kunika abo babexele iqhina izinxibo.+ Yaye waqhubeka uvutha umsindo wakhe, waza wenyuka waya endlwini kayise.

  • 2 Kumkani 5:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Wandula ke ukumkani waseSiriya wathi: “Hamba! Yiza, mandithumele incwadi kukumkani wakwaSirayeli.” Ngoko wahamba waya kuthabatha kuye+ iitalente ezilishumi zesilivere namawaka amathandathu egolide+ nezambatho zokutshintsha ezilishumi.+

  • 2 Kumkani 5:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ke yena wathi: “Konke kulungile. Ndithunywe+ yinkosi yam+ isithi, ‘Khangela! Khona ngoku kufike kum abafana ababini bevela kummandla weentaba wakwaEfrayim koonyana babaprofeti.+ Nceda, ubanike italente yesilivere nezambatho zokutshintsha zibe zibini.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share