5 Ke kaloku uNahaman othile,+ intloko yomkhosi kakumkani waseSiriya, waba yindoda enkulu phambi kwenkosi yakhe yaye ehlonitshwa kakhulu, ngenxa yokuba uYehova walunikela ngaye usindiso eSiriya,+ yaye le ndoda ngokwayo yayilikroti lendoda enamandla, nangona yayineqhenqa.