2 Kumkani 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Waza wehla wangena eYordan izihlandlo ezisixhenxe ngokwelizwi lomntu kaTHIXO oyinyaniso;+ emva koko inyama yakhe yabuya yaba njengenyama yenkwenkwana+ waza wahlambuluka.+ Luka 4:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwakukho abaneqhenqa abaninzi kwaSirayeli ngexesha likaElisha umprofeti, kanti akukho namnye kubo owahlanjululwayo, ngaphandle kukaNahaman umntu waseSiriya.”+
14 Waza wehla wangena eYordan izihlandlo ezisixhenxe ngokwelizwi lomntu kaTHIXO oyinyaniso;+ emva koko inyama yakhe yabuya yaba njengenyama yenkwenkwana+ waza wahlambuluka.+
27 Kwakukho abaneqhenqa abaninzi kwaSirayeli ngexesha likaElisha umprofeti, kanti akukho namnye kubo owahlanjululwayo, ngaphandle kukaNahaman umntu waseSiriya.”+