IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 14:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Wathi uMoses ebantwini: “Musani ukoyika.+ Yimani ngokuqinileyo, nilubone usindiso lukaYehova, aya kunenzela lona namhlanje.+ Kuba amaYiputa lawo niwabonayo namhlanje, anisayi kuze niphinde niwabone kwakhona.+

  • INdumiso 3:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Andiyi kuwoyika amashumi amawaka abantu

      Abazimise baluluhlu bandijikeleza.+

  • INdumiso 11:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ndizimela kuYehova.+

      Nina madoda nibuthabatha phi na ubuganga bokuthi emphefumlweni wam:

      “Sabela entabeni yenu njengentaka!+

  • INdumiso 18:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 UYehova yingxondorha yam negwiba lam noMsindisi wam.+

      UThixo wam liliwa lam. Ndiya kusabela kuye,+

      Ulikhaka lam nophondo lwam losindiso, indawo yam ephakamileyo nenqabisekileyo.+

  • INdumiso 118:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Zandingqonga, ewe, zandingqonga.+

      Ndazichithachitha egameni likaYehova.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share