IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 22:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ke yena uTHIXO oyinyaniso, igqibelele indlela yakhe;+

      Ilizwi likaYehova lisulungekile.+

      Ulikhaka kubo bonke abo basabela kuye.+

  • 2 Kronike 32:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Yibani nesibindi nize nomelele.+ Musani ukoyika+ okanye ninkwantye+ ngenxa kakumkani waseAsiriya+ naso sonke isihlwele anaso;+ kuba esinabo baninzi kakhulu kunabo bakunye naye.

  • INdumiso 27:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Nangona kuya kumiswa inkampu nxamnye nam,+

      Intliziyo yam ayiyi koyika.+

      Nangona kuya kuvuka imfazwe nxamnye nam,+

      Kwanangoko ndiya kukholosa.+

  • INdumiso 46:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 UYehova wemikhosi ukunye nathi;+

      UTHIXO kaYakobi uyindawo ephakamileyo enqabisekileyo kuthi.+ Seʹlah.

  • INdumiso 55:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ngokuqinisekileyo uya kundikhulula ekulweni nxamnye nam aze abeke umphefumlo wam eluxolweni,+

      Kuba bayinkitha abanxamnye nam.+

  • Roma 8:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share