2 Kronike 32:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Yibani nesibindi nize nomelele.+ Musani ukoyika+ okanye ninkwantye+ ngenxa kakumkani waseAsiriya+ naso sonke isihlwele anaso;+ kuba esinabo baninzi kakhulu kunabo bakunye naye. INdumiso 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Andiyi kuwoyika amashumi amawaka abantuAbazimise baluluhlu bandijikeleza.+ INdumiso 118:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Zandingqonga njengeenyosi;+Zacimeka njengomlilo wetyholo elinameva.+Ndazichithachitha egameni likaYehova.+ Mateyu 26:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Esathetha, khangela! nanko uYudas,+ omnye wabalishumi elinesibini, esiza nesihlwele esikhulu sinamakrele+ namagqudu sivela kubabingeleli abaziintloko nakumadoda amakhulu abantu.+
7 “Yibani nesibindi nize nomelele.+ Musani ukoyika+ okanye ninkwantye+ ngenxa kakumkani waseAsiriya+ naso sonke isihlwele anaso;+ kuba esinabo baninzi kakhulu kunabo bakunye naye.
12 Zandingqonga njengeenyosi;+Zacimeka njengomlilo wetyholo elinameva.+Ndazichithachitha egameni likaYehova.+
47 Esathetha, khangela! nanko uYudas,+ omnye wabalishumi elinesibini, esiza nesihlwele esikhulu sinamakrele+ namagqudu sivela kubabingeleli abaziintloko nakumadoda amakhulu abantu.+