INdumiso 34:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ingelosi kaYehova imisa inkampu macala onke kwabo bamoyikayo,+Ize ibahlangule.+ Mateyu 26:53 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 Okanye ucinga ukuba andinako ukubongoza uBawo andibonelele ngawo lo mzuzu ngemikhosi yeengelosi engaphezu kweshumi elinesibini?+
53 Okanye ucinga ukuba andinako ukubongoza uBawo andibonelele ngawo lo mzuzu ngemikhosi yeengelosi engaphezu kweshumi elinesibini?+