2 Kumkani 19:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Kwathi ngobo busuku ingelosi kaYehova yaphuma yaxabela ikhulu elinamashumi asibhozo anesihlanu lamawaka elalisenkampini+ yama-Asiriya.+ Ekuvukeni kwabo abantu ekuseni, kaloku, khangela bonke babefile bezizidumbu.+ Daniyeli 6:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 UThixo wam+ uthumele ingelosi+ yakhe, yayivala imilomo yeengonyama,+ azandenzakalisa, njengoko ndifumaniseke ndimsulwa phambi kwakhe;+ naphambi kwakho, kumkani, andonanga.”+
35 Kwathi ngobo busuku ingelosi kaYehova yaphuma yaxabela ikhulu elinamashumi asibhozo anesihlanu lamawaka elalisenkampini+ yama-Asiriya.+ Ekuvukeni kwabo abantu ekuseni, kaloku, khangela bonke babefile bezizidumbu.+
22 UThixo wam+ uthumele ingelosi+ yakhe, yayivala imilomo yeengonyama,+ azandenzakalisa, njengoko ndifumaniseke ndimsulwa phambi kwakhe;+ naphambi kwakho, kumkani, andonanga.”+