IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 25:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ukuba okuthiyayo ulambile, mnike isonka adle; yaye ukuba unxaniwe, mnike amanzi asele.+

  • Mateyu 5:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Ke mna, ndithi kuni: Qhubekani nizithanda iintshaba zenu,+ nibathandazele abo banitshutshisayo;+

  • Luka 6:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Ngokwahlukileyo koko, qhubekani nizithanda iintshaba zenu yaye nisenza okulungileyo, nibolekisa+ ngaphandle kwenzala, ningathembe kubuyiselwa nantoni na; kwaye umvuzo wenu uya kuba mkhulu, yaye niya kuba ngoonyana bOyena Uphakamileyo,+ ngenxa yokuba unobubele+ kwabo bangenambulelo nabangendawo.

  • Roma 12:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kodwa, “ukuba utshaba lwakho lulambile, luphe ukutya; ukuba lunxaniwe, lunike into yokusela;+ kuba ngokwenza oku woba ufumba amalahle omlilo phezu kwentloko yalo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share