Eksodus 23:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Xa uthe walibona iesile lokuthiyileyo lisadalele phantsi komthwalo walo, musa ukumyekela. Mkhululise lona.+ 2 Kumkani 6:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kodwa wathi: “Ungabaxabeli. Ngaba uxabela abo ubathimbileyo ngekrele lakho nangesaphetha sakho?+ Beka isonka namanzi phambi kwabo ukuze badle, basele+ baze baye enkosini yabo.” IMizekeliso 24:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Xa utshaba lwakho lusiwa, musa ukuba nemihlali; yaye xa lukhutyekiswa, ngamana ingangavuyi intliziyo yakho,+ Mateyu 5:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Ke mna, ndithi kuni: Qhubekani nizithanda iintshaba zenu,+ nibathandazele abo banitshutshisayo;+
5 Xa uthe walibona iesile lokuthiyileyo lisadalele phantsi komthwalo walo, musa ukumyekela. Mkhululise lona.+
22 Kodwa wathi: “Ungabaxabeli. Ngaba uxabela abo ubathimbileyo ngekrele lakho nangesaphetha sakho?+ Beka isonka namanzi phambi kwabo ukuze badle, basele+ baze baye enkosini yabo.”
17 Xa utshaba lwakho lusiwa, musa ukuba nemihlali; yaye xa lukhutyekiswa, ngamana ingangavuyi intliziyo yakho,+