Duteronomi 28:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 ukuba inganiki namnye kubo enyameni yonyana wayo eyidlayo, ngokuba ingenanto iseleyo ngenxa yengxinano nengcinezelo oluya kukurhangqa ngayo utshaba lwakho emasangweni akho onke.+ Duteronomi 28:57 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 57 ngenxa yomkhaya wakhe ophuma phakathi kwemilenze yakhe nangenxa yoonyana bakhe athe wabazala,+ kuba wobadla emfihlekweni akuba eswele yonk’ into ngenxa yengxinano nengcinezelo oluya kukurhangqa ngayo utshaba lwakho emasangweni akho.+
55 ukuba inganiki namnye kubo enyameni yonyana wayo eyidlayo, ngokuba ingenanto iseleyo ngenxa yengxinano nengcinezelo oluya kukurhangqa ngayo utshaba lwakho emasangweni akho onke.+
57 ngenxa yomkhaya wakhe ophuma phakathi kwemilenze yakhe nangenxa yoonyana bakhe athe wabazala,+ kuba wobadla emfihlekweni akuba eswele yonk’ into ngenxa yengxinano nengcinezelo oluya kukurhangqa ngayo utshaba lwakho emasangweni akho.+