Yeremiya 41:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa kwafumaneka amadoda alishumi phakathi kwawo, awathi ngoko nangoko kuIshmayeli: “Musa ukusibulala, kuba sinobuncwane obufihliweyo endle, ingqolowa nerhasi neoli nobusi.”+ Ngoko wawayeka, akawabulala phakathi kwabazalwana bawo.
8 Kodwa kwafumaneka amadoda alishumi phakathi kwawo, awathi ngoko nangoko kuIshmayeli: “Musa ukusibulala, kuba sinobuncwane obufihliweyo endle, ingqolowa nerhasi neoli nobusi.”+ Ngoko wawayeka, akawabulala phakathi kwabazalwana bawo.