IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nahum 1:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “Khangela! Iinyawo zalowo uzisa iindaba ezilungileyo ezintabeni, lowo uvakalisa uxolo.+ Owu Yuda, bhiyozela imithendeleko yakho.+ Fezekisa izibhambathiso zakho;+ ngenxa yokuba akuyi kuphinde kudlule kuwe umntu olitshivela kwakhona.+ Uya kunqunyulwa ngokupheleleyo.”+

  • 1 Korinte 10:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ngamnye makafune, kungekhona ingenelo yakhe,+ kodwa eyomnye umntu.+

  • Filipi 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 ninyamekela, kungekuphela nje izilangazelelo zobuqu,+ kodwa kwanezilangazelelo zabanye.+

  • 1 Tesalonika 5:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Qinisekani ukuba akukho namnye ubuyisela ububi ngobubi nakubani na,+ kodwa hlalani niphuthuma okulungileyo omnye komnye nakubo bonke abanye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share