-
2 Samuweli 18:26INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
26 Ke kaloku umlindi wabona enye indoda ibaleka. Umlindi ke ngoko wamemeza kumgcini-sango waza wathi: “Khangela! Enye indoda ibaleka iyodwa!” waza ukumkani wathi: “Nayo le izisa iindaba.”
-