2 Kumkani 9:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ngoko wathi: “Mphoseni phantsi!”+ Ngoko bamphosa phantsi, yaye inxalenye yegazi lakhe yatshiza udonga namahashe; waza wamnyathelisa+ ngawo. Isaya 25:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba isandla sikaYehova siya kuhlala kule ntaba,+ yaye uMowabhi uya kunyathelwa+ kule ndawo yakhe njengemfumba yeendiza inyathelwa endaweni yomgquba.+
33 Ngoko wathi: “Mphoseni phantsi!”+ Ngoko bamphosa phantsi, yaye inxalenye yegazi lakhe yatshiza udonga namahashe; waza wamnyathelisa+ ngawo.
10 Kuba isandla sikaYehova siya kuhlala kule ntaba,+ yaye uMowabhi uya kunyathelwa+ kule ndawo yakhe njengemfumba yeendiza inyathelwa endaweni yomgquba.+