2 Kumkani 7:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kwenzeka ngaloo ndlela kuye,+ xa abantu baqhubeka bemnyathela+ esangweni kangangokude afe. Isaya 25:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba isandla sikaYehova siya kuhlala kule ntaba,+ yaye uMowabhi uya kunyathelwa+ kule ndawo yakhe njengemfumba yeendiza inyathelwa endaweni yomgquba.+ Malaki 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Yaye ngokuqinisekileyo niya kubanyathela abangendawo, kuba baya kuba njengomgubo phantsi kweentende zeenyawo zenu ngemini yokukwenza kwam oku,”+ utsho uYehova wemikhosi. Roma 16:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UThixo onika uxolo+ uya kumtyumza uSathana+ kamsinya phantsi kweenyawo zenu. Ngamana ububele obungasifanelanga beNkosi yethu uYesu bungaba nani.+
10 Kuba isandla sikaYehova siya kuhlala kule ntaba,+ yaye uMowabhi uya kunyathelwa+ kule ndawo yakhe njengemfumba yeendiza inyathelwa endaweni yomgquba.+
3 “Yaye ngokuqinisekileyo niya kubanyathela abangendawo, kuba baya kuba njengomgubo phantsi kweentende zeenyawo zenu ngemini yokukwenza kwam oku,”+ utsho uYehova wemikhosi.
20 UThixo onika uxolo+ uya kumtyumza uSathana+ kamsinya phantsi kweenyawo zenu. Ngamana ububele obungasifanelanga beNkosi yethu uYesu bungaba nani.+