2 Kumkani 4:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Wandula ke wahamba endlwini, wasinga ngapha kwakanye wabuya wasinga ngaphaya kwakanye, emva koko wenyuka waya kugoba phezu kwakhe. Yaye inkwenkwe yaqalisa ukuthimla kasixhenxe, emva koko inkwenkwe yawavula amehlo ayo.+
35 Wandula ke wahamba endlwini, wasinga ngapha kwakanye wabuya wasinga ngaphaya kwakanye, emva koko wenyuka waya kugoba phezu kwakhe. Yaye inkwenkwe yaqalisa ukuthimla kasixhenxe, emva koko inkwenkwe yawavula amehlo ayo.+