-
2 Samuweli 24:13INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
13 Ngako oko wangena uGadi kuDavide waza wamxelela wathi kuye:+ “Ngaba kufanele kuze kuwe iminyaka esixhenxe yendlala elizweni lakho,+ okanye iinyanga ezintathu usaba phambi kweentshaba zakho,+ zona zikusukela, okanye kubekho indyikitya yokufa iintsuku ezintathu elizweni lakho na?+ Ke kaloku yazi uze ubone ukuba ndimphendula ndithini na Lowo undithumileyo.”
-