Yobhi 34:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba uya kumvuza+ umntu wasemhlabeni ngokwendlela enza ngayo,Yaye uya kumbangela umntu afikelwe ngokomendo wakhe. Yeremiya 9:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Khangela! Kuza imihla,” utsho uYehova, “endiza kumphendulisa ngayo wonk’ ubani owalukileyo kodwa abe esesekungalukini,+ Hezekile 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Indoda endala, umfana nentombi enyulu nomntwana omncinane nabafazi+ nize nibabulale—nibonakalise. Kodwa nawuphi na umntu onophawu ningasondeli kuye,+ yaye nize niqale engcweleni yam.”+ Ngoko aqala ngamadoda amakhulu awayephambi kwendlu.+ Daniyeli 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Uwaphumezile ke amazwi akho owawathethayo nxamnye nathi+ nabagwebi bethu abasigwebayo,+ ngokusizisela intlekele enkulu eYerusalem,+ ekungazange kubekho injengayo phantsi kwamazulu ephela. Hoseya 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “UYehova umbek’ ityala uYuda,+ kwanoYakobi uyamphendulisa ngeendlela zakhe;+ uya kumbuyekeza ngokwezenzo zakhe.+ Amosi 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Ngoko ke naku endiya kukwenza kuwe, Sirayeli. Ngenxa yokuba ndiya kwenza kanye le nto kuwe, zilungiselele ukuhlangana noThixo wakho,+ Sirayeli. Roma 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 imbandezelo nenkxwaleko, kumphefumlo womntu wonke owenza okubi, owomYuda+ kuqala nowomGrike;+
11 Kuba uya kumvuza+ umntu wasemhlabeni ngokwendlela enza ngayo,Yaye uya kumbangela umntu afikelwe ngokomendo wakhe.
25 “Khangela! Kuza imihla,” utsho uYehova, “endiza kumphendulisa ngayo wonk’ ubani owalukileyo kodwa abe esesekungalukini,+
6 Indoda endala, umfana nentombi enyulu nomntwana omncinane nabafazi+ nize nibabulale—nibonakalise. Kodwa nawuphi na umntu onophawu ningasondeli kuye,+ yaye nize niqale engcweleni yam.”+ Ngoko aqala ngamadoda amakhulu awayephambi kwendlu.+
12 Uwaphumezile ke amazwi akho owawathethayo nxamnye nathi+ nabagwebi bethu abasigwebayo,+ ngokusizisela intlekele enkulu eYerusalem,+ ekungazange kubekho injengayo phantsi kwamazulu ephela.
2 “UYehova umbek’ ityala uYuda,+ kwanoYakobi uyamphendulisa ngeendlela zakhe;+ uya kumbuyekeza ngokwezenzo zakhe.+
12 “Ngoko ke naku endiya kukwenza kuwe, Sirayeli. Ngenxa yokuba ndiya kwenza kanye le nto kuwe, zilungiselele ukuhlangana noThixo wakho,+ Sirayeli.