INdumiso 82:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yibani ngabagwebi ngenxa yalowo usisisweli nenkwenkwe engenayise.+Menzeleni okusesikweni oxhwalekileyo nalowo usweleyo.+ IMizekeliso 21:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Intliziyo yokumkani injengomsinga wamanzi esandleni sikaYehova.+ Uyisa apho athanda ukuyisa khona.+ IMizekeliso 29:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ukumkani ulimisa ngokusesikweni ilizwe,+ kodwa umntu owamkela isinyobo uyalichitha.+ IMizekeliso 31:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wuvule umlomo wakho, ugwebe ngobulungisa uze ugwebe ityala loxhwalekileyo nolihlwempu.+
3 Yibani ngabagwebi ngenxa yalowo usisisweli nenkwenkwe engenayise.+Menzeleni okusesikweni oxhwalekileyo nalowo usweleyo.+
21 Intliziyo yokumkani injengomsinga wamanzi esandleni sikaYehova.+ Uyisa apho athanda ukuyisa khona.+