IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 3:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kwaye uEhudi weza kuye njengoko wayehleli kwigumbi lakhe elipholileyo eliseluphahleni. Yaye uEhudi wahlabela mgama wathi: “Ndinelizwi lakho elivela kuThixo.” Waphakama etroneni yakhe.

  • 1 Kumkani 17:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kodwa wathi kuye: “Ndinike unyana wakho.” Wandula ke wamthabatha esifubeni sakhe wamthwala wamsa kwigumbi eliseluphahleni,+ apho wayehlala khona, waza wambeka esingqengqelweni sakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share