1 Kumkani 16:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 UAhabhi waqhubela phambili wenza isibonda esingcwele;+ yaye uAhabhi wenza okungakumbi ukuze acaphukise+ uYehova uTHIXO kaSirayeli kunabo bonke ookumkani bakwaSirayeli ababengaphambi kwakhe. 2 Kronike 22:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Naye wahamba ngendlela yendlu ka-Ahabhi,+ kuba unina+ wayengumcebisi wakhe ekwenzeni okungendawo.
33 UAhabhi waqhubela phambili wenza isibonda esingcwele;+ yaye uAhabhi wenza okungakumbi ukuze acaphukise+ uYehova uTHIXO kaSirayeli kunabo bonke ookumkani bakwaSirayeli ababengaphambi kwakhe.