1 Kumkani 16:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 UAhabhi waqhubela phambili wenza isibonda esingcwele;+ yaye uAhabhi wenza okungakumbi ukuze acaphukise+ uYehova uTHIXO kaSirayeli kunabo bonke ookumkani bakwaSirayeli ababengaphambi kwakhe. 2 Kumkani 8:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Wahamba ngendlela yendlu ka-Ahabhi+ waza waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova,+ njengendlu ka-Ahabhi, kuba wayesisalamane sendlu ka-Ahabhi ngomtshato.+ Mika 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Imimiselo kaOmri+nawo wonke umsebenzi wendlu ka-Ahabhi uyagcinwa,+ yaye nina nihamba ngamacebo abo;+ ukuze ndinenze into yokukhwankqisa nabemi baso into yokubethelwa umlozi;+ niya kuthwala ihlazo lezizwana.”+
33 UAhabhi waqhubela phambili wenza isibonda esingcwele;+ yaye uAhabhi wenza okungakumbi ukuze acaphukise+ uYehova uTHIXO kaSirayeli kunabo bonke ookumkani bakwaSirayeli ababengaphambi kwakhe.
27 Wahamba ngendlela yendlu ka-Ahabhi+ waza waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova,+ njengendlu ka-Ahabhi, kuba wayesisalamane sendlu ka-Ahabhi ngomtshato.+
16 Imimiselo kaOmri+nawo wonke umsebenzi wendlu ka-Ahabhi uyagcinwa,+ yaye nina nihamba ngamacebo abo;+ ukuze ndinenze into yokukhwankqisa nabemi baso into yokubethelwa umlozi;+ niya kuthwala ihlazo lezizwana.”+