1 Kumkani 22:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wandula ke ukumkani wakwaSirayeli wathi kubakhonzi bakhe: “Niyazi na ngokwenene ukuba iRamoti-giliyadi+ yeyethu? Kanti siyathingaza ukuyithabatha esandleni sikakumkani waseSiriya.” 2 Kumkani 8:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngako oko wahamba noYehoram unyana ka-Ahabhi waya emfazweni nxamnye noHazayeli+ ukumkani waseSiriya eRamoti-giliyadi,+ kodwa amaSiriya amxabela+ uYehoram.
3 Wandula ke ukumkani wakwaSirayeli wathi kubakhonzi bakhe: “Niyazi na ngokwenene ukuba iRamoti-giliyadi+ yeyethu? Kanti siyathingaza ukuyithabatha esandleni sikakumkani waseSiriya.”
28 Ngako oko wahamba noYehoram unyana ka-Ahabhi waya emfazweni nxamnye noHazayeli+ ukumkani waseSiriya eRamoti-giliyadi,+ kodwa amaSiriya amxabela+ uYehoram.