Isaya 21:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba utsho uYehova kum ukuthi: “Yiya, umise umlindi ukuze axele oko akubonayo.”+ Isaya 62:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndimisele abalindi phezu kweendonga zakho, Yerusalem.+ Imini yonke nobusuku bonke, rhoqo, mabangathi cwaka.+ “Nina nikhankanya uYehova,+ musani ukuthula,+ Hezekile 33:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Nyana womntu, thetha koonyana babantu bakowenu,+ uthi kubo, “‘Ngokubhekisele kwilizwe eli, ukuba ndithe ndalizisela ikrele+ baza abantu belizwe, bebonke, okunene bathabatha indoda bayimisa yangumlindi wabo,+
6 Ndimisele abalindi phezu kweendonga zakho, Yerusalem.+ Imini yonke nobusuku bonke, rhoqo, mabangathi cwaka.+ “Nina nikhankanya uYehova,+ musani ukuthula,+
2 “Nyana womntu, thetha koonyana babantu bakowenu,+ uthi kubo, “‘Ngokubhekisele kwilizwe eli, ukuba ndithe ndalizisela ikrele+ baza abantu belizwe, bebonke, okunene bathabatha indoda bayimisa yangumlindi wabo,+