2 Kumkani 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Bandula ke oonyana babaprofeti+ ababeseBheteli beza kuElisha baza bathi kuye: “Ngaba ngokwenene uyazi ukuba namhlanje uYehova uza kuyithabatha inkosi yakho ingabi saba yintloko yakho?”+ Waza wathi: “Nam, ndikwazi kakuhle oko.+ Yithini cwaka.”
3 Bandula ke oonyana babaprofeti+ ababeseBheteli beza kuElisha baza bathi kuye: “Ngaba ngokwenene uyazi ukuba namhlanje uYehova uza kuyithabatha inkosi yakho ingabi saba yintloko yakho?”+ Waza wathi: “Nam, ndikwazi kakuhle oko.+ Yithini cwaka.”