Genesis 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye ndiya+ kubeka ubutshaba+ phakathi kwakho+ nomfazi+ naphakathi kwembewu yakho+ nembewu yakhe.+ Yona+ iya kukutyumza+ intloko+ uze wena+ uyityumze+ isithende.”+ Hebhere 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko ke, ekubeni “abantwana abaselula” bengabanesabelo kwigazi nenyama, naye ngokufanayo waba nenxaxheba kwezo zinto,+ ukuze ngokufa kwakhe+ amtshitshise+ lowo unamandla okubangela ukufa,+ oko kukuthi, uMtyholi;+
15 Yaye ndiya+ kubeka ubutshaba+ phakathi kwakho+ nomfazi+ naphakathi kwembewu yakho+ nembewu yakhe.+ Yona+ iya kukutyumza+ intloko+ uze wena+ uyityumze+ isithende.”+
14 Ngoko ke, ekubeni “abantwana abaselula” bengabanesabelo kwigazi nenyama, naye ngokufanayo waba nenxaxheba kwezo zinto,+ ukuze ngokufa kwakhe+ amtshitshise+ lowo unamandla okubangela ukufa,+ oko kukuthi, uMtyholi;+