2 Kumkani 9:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngoko wabuphakamisela ngasefestileni ubuso bakhe waza wathi: “Ngubani na ongakum? Ngubani na?”+ Ngoko nangoko amagosa enkundla amabini okanye amathathu+ akhangela kuye phantsi.
32 Ngoko wabuphakamisela ngasefestileni ubuso bakhe waza wathi: “Ngubani na ongakum? Ngubani na?”+ Ngoko nangoko amagosa enkundla amabini okanye amathathu+ akhangela kuye phantsi.