IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 5:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Uze ungaqubudi kuzo okanye uqhutyelwe ekuzikhonzeni,+ kuba mna Yehova Thixo wakho ndinguThixo ofuna uzinikelo olupheleleyo,+ ndizisa isohlwayo ngesiphoso sooyise phezu koonyana, kwesesithathu isizukulwana nakwesesine isizukulwana, sabandithiyileyo;+

  • Yobhi 21:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 UThixo uya kukubekela oonyana bakabani ukwenzakalisa kwakhe;+

      Uya kumvuza ukuze akwazi oko.+

  • Isaya 14:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “Oonyana bakhe balungiseleleni ukusikwa ngenxa yesiphoso sookhokho babo,+ ukuze bangasuki bawudle ilifa umhlaba, bazalise ilizwe elinemveliso ngezixeko.”+

  • ISityhilelo 2:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Yaye abantwana bakhe ndiza kubabulala ngesibetho esibulalayo, khon’ ukuze onke amabandla azi ukuba ndingulowo uphengulula izintso neentliziyo, ndinike elowo ngokwezenzo zenu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share