-
2 Kumkani 1:16INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
16 Wandula ke wathetha naye wathi: “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuba uye wathumela abathunywa+ ukuba baye kubuza kuBhahali-zebhubhi uthixo wase-Ekron,+ kungenxa yokuba kungekho Thixo kwaphela kwaSirayeli ekunokubuzwa egameni lakhe? Ngoko ke ngokubhekisele kwisingqengqelo oye wenyuka waya kuso, akuyi kuhla kuso, ngenxa yokuba uya kufa ngokuqinisekileyo.’”
-