3 Ke yona ingelosi+ kaYehova, yathetha kuEliya umTishbhi+ yathi: “Vuka, unyuke uye kuhlangabeza abathunywa bakakumkani waseSamariya uze uthi kubo, ‘Kungenxa yokuba kungekho Thixo+ na kwaphela kwaSirayeli le nto niye kubuza kuBhahali-zebhubhi uthixo wase-Ekron?