1 Kumkani 1:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Emva koko bonke abantu beza bemlandela, kwaye abantu babedlala iimbande+ benemihlali ngovuyo olukhulu,+ kangangokuba umhlaba+ wahlukana ngenxa yengxolo yabo. IMizekeliso 29:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Xa esiba maninzi amalungisa, abantu baba nemihlali;+ kodwa xa kulawula ongendawo, abantu bayancwina.+
40 Emva koko bonke abantu beza bemlandela, kwaye abantu babedlala iimbande+ benemihlali ngovuyo olukhulu,+ kangangokuba umhlaba+ wahlukana ngenxa yengxolo yabo.
2 Xa esiba maninzi amalungisa, abantu baba nemihlali;+ kodwa xa kulawula ongendawo, abantu bayancwina.+