1 Samuweli 10:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 NoSamuweli ke wathetha ebantwini ngemfanelo eselungelweni lobukumkani+ waza wayibhala encwadini wayibeka phambi koYehova. Wandula ke uSamuweli wabandulula bonke abantu, elowo waya endlwini yakhe. 2 Samuweli 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko onke amadoda amakhulu+ akwaSirayeli eza kukumkani eHebron, waza uKumkani uDavide wenza umnqophiso+ kunye nawo eHebron phambi koYehova; emva koko amthambisa+ uDavide njengokumkani phezu koSirayeli.+
25 NoSamuweli ke wathetha ebantwini ngemfanelo eselungelweni lobukumkani+ waza wayibhala encwadini wayibeka phambi koYehova. Wandula ke uSamuweli wabandulula bonke abantu, elowo waya endlwini yakhe.
3 Ngoko onke amadoda amakhulu+ akwaSirayeli eza kukumkani eHebron, waza uKumkani uDavide wenza umnqophiso+ kunye nawo eHebron phambi koYehova; emva koko amthambisa+ uDavide njengokumkani phezu koSirayeli.+