20 Waza wathabatha iintloko zamakhulu+ nabo baziinkosi nabalawuli babantu nabo bonke abantu belizwe, ukuze behlise ukumkani endlwini kaYehova.+ Bandula bangena ngesango eliphezulu ukuya endlwini kakumkani baza bamhlalisa ukumkani etroneni+ yobukumkani.