2 Kumkani 11:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngaphezu koko, wathabatha iintloko zamakhulu nabalindi bamaKariya+ neembaleki+ nabo bonke abantu belizwe, ukuze behlise ukumkani endlwini kaYehova; beza ngendlela yesango+ leembaleki lokuya endlwini kakumkani; yaye wahlala etroneni+ yookumkani.
19 Ngaphezu koko, wathabatha iintloko zamakhulu nabalindi bamaKariya+ neembaleki+ nabo bonke abantu belizwe, ukuze behlise ukumkani endlwini kaYehova; beza ngendlela yesango+ leembaleki lokuya endlwini kakumkani; yaye wahlala etroneni+ yookumkani.