Eksodus 30:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Naku abaya kukunikela bonke abadlulela kwababaliweyo: isiqingatha seshekele ngokweshekele yendawo engcwele.+ Ishekele leyo ilingana neegera ezingamashumi amabini. Isiqingatha seshekele leyo soba ngumnikelo kuYehova.+ 2 Kronike 24:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Emva koko bathumela ubizo kulo lonke elakwaYuda naseYerusalem ukuba kuziswe kuYehova irhafu engcwele+ ngokomyalelo kaMoses+ umkhonzi kaTHIXO oyinyaniso phezu koSirayeli entlango.
13 Naku abaya kukunikela bonke abadlulela kwababaliweyo: isiqingatha seshekele ngokweshekele yendawo engcwele.+ Ishekele leyo ilingana neegera ezingamashumi amabini. Isiqingatha seshekele leyo soba ngumnikelo kuYehova.+
9 Emva koko bathumela ubizo kulo lonke elakwaYuda naseYerusalem ukuba kuziswe kuYehova irhafu engcwele+ ngokomyalelo kaMoses+ umkhonzi kaTHIXO oyinyaniso phezu koSirayeli entlango.