Yoshuwa 13:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 (ukusuka kwisebe lomNayile elingaphambi kweYiputa ukusa kumda wase-Ekron ngasentla,+ yayifudula ibalelwa kumaKanan);+ iinkosi ezimanyeneyo zamaFilisti ezintlanu,+ amaGaza+ nama-Ashdode,+ ama-Ashkelon,+ amaGati+ namaEkron;+ nama-Avi.+ 1 Samuweli 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngenxa yoko bayithumela e-Ekron+ ityeya kaTHIXO oyinyaniso. Kwathi ke kamsinya nje yakuba ityeya kaTHIXO oyinyaniso ifike e-Ekron, amaEkron adanduluka, esithi: “Bayijike bayizisa apha kum ityeya kaTHIXO kaSirayeli ukuze ndibulawe mna nabantu bakowethu!”+
3 (ukusuka kwisebe lomNayile elingaphambi kweYiputa ukusa kumda wase-Ekron ngasentla,+ yayifudula ibalelwa kumaKanan);+ iinkosi ezimanyeneyo zamaFilisti ezintlanu,+ amaGaza+ nama-Ashdode,+ ama-Ashkelon,+ amaGati+ namaEkron;+ nama-Avi.+
10 Ngenxa yoko bayithumela e-Ekron+ ityeya kaTHIXO oyinyaniso. Kwathi ke kamsinya nje yakuba ityeya kaTHIXO oyinyaniso ifike e-Ekron, amaEkron adanduluka, esithi: “Bayijike bayizisa apha kum ityeya kaTHIXO kaSirayeli ukuze ndibulawe mna nabantu bakowethu!”+