IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 15:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 IEkron+ needolophu eziphantsi kwayo nemizi yayo.

  • ABagwebi 1:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Emva koko uYuda wayithimba iGaza+ nommandla wayo neAshkelon+ nommandla wayo ne-Ekron+ nommandla wayo.

  • 2 Kumkani 1:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 UAhaziya wawa+ kuthango lwegumbi lakhe eliseluphahleni+ elaliseSamariya waza wagula. Ngoko wathumela abathunywa waza wathi kubo: “Hambani, niye kubuza+ kuBhahali-zebhubhi+ uthixo wase-Ekron+ enoba ndiya kuphila na kwesi sifo.”+

  • Amosi 1:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ndiza kumnqumla ummi eAshdode,+ nophethe intonga yobukhosi eAshkelon;+ yaye ndiza kusibuyisela isandla+ sam kuEkron,+ nabaseleyo bamaFilisti bamele batshabalale,”+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.’

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share