Amosi 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Utsho uYehova ukuthi, ‘“Ngenxa yokuvukela kathathu kweDamasko,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokuyibhula kwabo iGiliyadi+ ngezixhobo zokubhula zentsimbi.
3 “Utsho uYehova ukuthi, ‘“Ngenxa yokuvukela kathathu kweDamasko,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokuyibhula kwabo iGiliyadi+ ngezixhobo zokubhula zentsimbi.